Front Page Slideshow

U-Novintsholo

Amagqirha ebecula endlwini. Ngoku aphuma phandle kuze eli igqirhakazi libuyayo lihlaliswe phantsi ekhukweni. Abakhwetha bona bama emveni kwalo kuze amaqirhakazi ekubonakala ukuba ngawo amakhulu ahlale ecaleni kwalo. Elinye kula makhulu iqirhakazi lithetha lenjenje kubantu abalapha nabo uzokuzimasa lomsebenzi.

 

Due to confidentiality of the information about this project please contact Dr. L. Mlisa  lmlisa@ufh.ac.za

Partners